Page 15 - Installation of Chancellor 8 April 2026
P. 15
Umbono INKQUBO
Ukuba sibe yiYunivesithi ye-Afrika edala inguqu, neyaziwa jikelele
ngokukhuthaza impumelelo nokufikelela kumathuba ngobulungisa,
nekhupha abafundi abathathela ingqalelo iimfuno zoluntu, nabanegalelo Ukungena komngcelele wezifundiswa
ekwakheni ikamva elinobukungisa nelizinzileyo.
Umzuzu wenzolo:
Gq Luzuko Jacobs, UMlawuli ooPhezulu kwezoNxibelelwano
Ukumiselwa kwengqunquthela nolwamkelo:
Injongo Jaji Nambitha Dambuza, uSihlalo weBhunga
Ingoma:
IYunivesithi exhathise ngeenqobo ezizizo, exabise abantu nezinikeleyo Ikwayala yeYunivesithi iNelson Mandela
ekunikezeleni ngemfundo egqwesileyo, ekwenzeni uphando olunefuthe Ukwaziswa kweNgqonyela:
kuluntu, nebambisene noluntu, kwaye ilukhonze ngokugqibelelyo. Nks Michelle Mbaco, uSekela-sihlalo weKhansile
Ukubekwa kweNgqonyela:
Jaji Nambitha Dambuza, uSihlalo weKhansile
Iinqobo Esimi Ngazo Intetho yeNgqonyela:
Gq Grace Naledi Mandisa Pandor, iNgqonyela
Imiyalezo yokuvuyisana neNgqonyela:
Abameli bezigaba ngezigaba
Ukugqwesa Ubuntu
Ukuvalwa kwengqungquthela yiNgqonyela:
Gq Grace Naledi Mandisa Pandor
Ukuculwa komHobe weSizwe:
Kukholwa yikwayala yeYunivesithi iNelson Mandela
Ukulodoloza izinto
ngokuzinzo Ukunyaniseka Ukunduluka komngcelele wezifundiswa
Ubulungisa Ukuhlonipha
kwezentlalo kunye iyantlukwano
noLingano

