Page 17 - Installation of Chancellor 8 April 2026
P. 17

ISIBHENGEZO   ISICENGCELEZO



 SOMSITHO  SOKUMISELWA



           KUKANGQONYELA


 Ukumiselwa esikhundleni kuka-


 Gq Grace Naledi Mandisa Pandor  Iindwendwe  zethu  ezihloniphekileyo,  amalungu   athantase isidima somntu. Ubunkokheli nokuzinikela
 njengeNgqonyela ye-  eKhansile neSenate, abameli babafundi, abasebenzi,   kwakhe kwezemfundo, nakulawulo lwedemokhrasi,
                                                              zonke ezi nqobo zihambelana ngokukodwa nobuni
           abafundi bethu bangaphambili nabo bonke abo
 Yunivesithi iNelson Mandela  sisebenzisana nabo:             beYunivesithi  yethu    njengeyunisithi  ye-Afrika
           Sihlangene namhlanje ukuza kumisela esikhundleni   edala inguqu, nenjongo yayo ikukukhonza uluntu.
           uGq Grace Naledi Mandisa Pandor njengeNgqonyela    Ngegunya elinikwe iBhunga leYunivesithi iNelson
           yeYunivesithi  iNelson  Mandela.   UGq   Pandor    Mandela nangokoMthetho woLawulo weYunivesithi,
           sisifundiswa esiphume izandla, usisicaka soluntu   siyammisela uGq Grace Naledi Mandisa Pandor
 UKUBALULEKA   kwaye uyinkokheli kwihlabathi jikelele, omsebenzi   esikhundleni sokuba yiNgqonyela. Yanga ixesha

                                                              lakhe kwesi sikhundla lingawuzinzisa umsebenzi
           wakhe  kubomi  bakhe  bonke  osisiqinisekiso  sokuba
 KOKUMISELWA   ulwazi analo umntu kufuneka lube yinkonzo      wethu wezemfundo, lenze nzulu ukuthembeka kuthi,
           kubulungisa, kwaye amaziko oluntu kufuneka
                                                              luqhubele phambili igalelo lethu kuluntu.

 ESIKHUNDLENI






 Ukumiselwa  esikhundleni  kweNgqonyela  nangendlela ebonisa inkathalo kuluntu. Imbali yakhe
 kuyimfuneko ngokwasemthethweni, kwaye kukwalilixa   ebalaseleyo kumzabalazo, inkonzo ayinikele uluntu,
 elinentsingiselo enzulu eyunivesithi. Kuphawula   ingqiqo nemfundo enzulu zonke zihambelana twatse
 ukugqithiselwa  ngokusesikweni  komsebenzi  nobuni beYunivesithi njengeyunisithi ye-Afrika ezinze
 wokongamela imisitho yeyunivesithi, kukwaqinisekisa   kuluntu, nenjongo yayo ikukudala inguqu.
 iinqobo,  umbono,  iinjongo  kwanezo  zinto  zinto
 zikhethekileyo  nezixabisekileyo  ngeyunivesithi  Lo  msitho  wanamhlanje  usisiqinisekiso  sethu
 kuluntu.  sokuzinikela  ekukhuthazeni  ukufikeleleka  kumathuba
 UGq Grace Naledi Mandisa Pandor ungena esihlalweni   nempumelelo kuye wonke ubani ngokulinganayo,
 eYunivesithi iNelson Mandela kanye ngexesha   ukomeleza ubudlelwane bethu e-Afrika nasehlabathini
 apho kumemezelwa ukuba iiyunivesthi zikhokele   jikelele, nasekubeni negalelo kwikamva elinobulungisa
 ngokunyaniseka,  ngesibindi  esingagwagwisiyo,  nelizinzileyo.






















 01                                                                                                        02
   12   13   14   15   16   17   18   19   20   21   22