Page 20 - Installation of Chancellor 8 April 2026
P. 20
ISINIKEZELO UGq Pandor ukwakhonze njengoMphathiswa nomsebenzi ongundoqo weYunivesithi iNelson
wezeMicimbi yaNgaphakathi, yaye ngexesha Mandela, iziko elizinze ngokukodwa kwiinqobo zalowo
NESINCOMO ebenguMphathiswa wezoBudlelwane baMazwe sithwele igama lakhe: isidima, ukulingana, ubulungisa
ngaMazwe neNtsebenziswano ngo-2019, wathweswa
nokunikela inkonzo eluntwini.
SIKANGQONYELA ngesidanga sobuGqirha (PhD) kwezeMfundo NjengeNgqonyela, uGq. Pandor ngokuqinisekileyo
yiYunivesithi yasePitoli, nto leyo ebonisa ukuzinikela
kwakhe kwintetho ethi umntu ufunda ubomi bakhe uyakusizinzisa isithunzi seYuniversiti njengeyunivesithi
bonke. Kuzo zonke ezi zikhundla wabonisa ubunkokeli ye-Afrika edala inguqu, nekhonza uluntu – ezinikelyo
obunyanisekileyo, ubunzulu bengqondo, kunye ukugqwesa ekufundiseni, kuphando, ukuvelisa izinto
UGq Grace Naledi Mandisa Pandor, onguSihlalo Ngomhla wawa-28 kuFebruwari waye watyunjwa nokuzinikela kwinguqu. ezintsha, nokubambisana noluntu.
weNelson Mandela Foundation kungoku nje, uvelele ngwonga lobuNjingalwazinyiYunivesithi yasePitoli.
njengenye yeenkokeli ezihlonitshiweyo ngeengcinga Kuyo yonke imisebenzi yakhe, uGq Pandor ube phambili IYunivesithi ayifumani nje inkokhelo ehlonitshiweyo
ezinzulu, nanjengomkhonzi woluntu kuMzantsi Uhambo lwakhe uGq Pandor ukungena kwinkonzo ekukhuthazeni indima emayidlalwe ziiyunivesithi kwilizwe jikelele, koko ifumana imfundimani, umlweli
Afrika olawulwa ngedemokhrasi. Umsebenzi wabo yoluntu kwixesha ledemokhrasi lwaphawula ukuqala ukutshintsha intlalo yoluntu. Wayegxininisa futhi wolwazi, nokholelwa nzulu kwimfundo njengesixhobo
bonke wobomi bakhe ubonakalisa ukuzinikela kwegalelo elilodwa ekwakheni uMzantsi Afrika omtsha. ukuba amaziko emfundo ephakamileyo makavelise esinokuguqula ubomi babantu.
okungagungqiyo kwimfundo, kulawulo lwedemokhrasi, Ukususela ngo-1994, uGq Pandor ubambe izikhundla ulwazi, akhulise ubunkokeli obunobulungisa, abe
nasekuphuhliseni uluntu ngolwazi, kunye nobunkokeli ezininzi eziphezulu zobunkokeli kurhulumente. negalelo kuphuhliso loqoqosho, kwaye akhuthaze Gq. Pandor, iYunivesithi iyakwamkela ngokuzingca
obunobulungisa nobunyanisekileyo. NjengoMphathiswa wezeMfundo, wasungula iphulo ubuthanda-zwe obusekelwe phantsi kwedemokhrasi. nangothakazelelo olukhulu, kwaye silindele
eliphambili iKha Ri Gude (“Masifunde” ngesiVenda) Ezi zinto axhathise ngazo ziyahambelana neenjongo ukukhokelwa nokuvuselelwa.
Njengomntu ozalelwa kusapho olwaluzinze nzulu lokufundisa ukufunda nokubhala, iMass Literacy
kumzabalazo wobulungisa nokulingana, ubomi bakhe Campaign ngo-2008. Le nkqubo yokufundisa
ebutsheni buxozwe ngeenqobo zokunikela ngenkonzo, ukufunda nokubhala, esekelwe kwimigaqo
ngokuba nesibindi, kwakunye nenkululeko yengqiqo. yobulungisa kwezentlalo, yayijolise ekuthobeni izinga
Ezi nqobo zimkhokele kuyo yonke imisebenzi yakhe eliphezulu lokungakwazi ukufunda nokubhala kubantu
eyahlukileyo equka ezemfundo, ulawulo, isithunywa abadala abaphoswa ngamathuba okuya esikolweni.
sezopolitiko kamazwe ngamazwe, kunye nobunkokeli Yaba yimpumelelo, yaza yanciphisa ngamandla inani
besizwe. labantu abadala abangenamfundo.
Ngaphambi kokungena kwezopolitiko zesizwe, uGq Ngexesha enguMphathiswa wezeNzululwazi
Pandor wayengutitshala wesiNgesi, waza kamva waba neTheknoloji, uGq Pandor wakhokela ngempumelelo
ngumhlohli kwiYunivesithi yaseBophuthatswana, iphulo lokuba uMzantsi Afrika usingathe iSquare
emva koko kwiYunivesithi yaseKapa. Kwizifundo Kilometre Array (enye yezona projekthi zinkulu nezona
eziphakamileyo singabandakanya iiMastazi ezimbini, zinamandla zeteleskopu yerediyo eyakhe yakhiwa). Le
enye kwezeMfundo kwiYunivesithi yaseLondon projekthi yenzelwe ukufunda indalo iphela (universe)
(1979) nenye kubuNzululwazi ngeeLwimi ayifumene kusetyenziswa amaza erediyo endaweni yokukhanya
kwiYunivesithi yaseStellenbosch (1997) apho oku sikubonayo. Yakhiwe eKaroo, kwaye iphakamisa
waba negalelo ekwandiseni ulwazi olunzulu kwezi amandla e-Afrika kwezenzululwazi, idata kunye
zifundo, nasekwakheni ingqiqo yedemokhrasi nobugcisa bokwenza imveliso, ngelixa ikhuthaza
kubafundi ngexesha leemeko ezazinzima kwimbali intsebenziswano.
yoMzantsi Afrika. Ufumene isidanga sobuGqirha-
lwazi kwezeMfundo kwiYunivesithi yasePitoli ngo- Ekuhambeni kwexesha, njengoMphathiswa
2019. Isihloko saso sithi The contested meaning of wezeMfundo ePhakamileyo noQeqesho, wadlala
transformation and higher education in post-apartheid indima enkulu ekuzinziseni uphando eMzantsi Afrika,
South Africa. Ukwawongwe ngezifundo zobuGqirha- ekukhuthazeni ubugcisa bokusungula izinto ezintsha,
lwazi yiCape Peninsula University of Technology, ekuxhaseni abaphandi abasavelayo, nasekubekeni
yiYunivesithi iStellenbosch, nayiYunivesithi Liisbon ilizwe lethu kwizinga lokuba lingathungelana
(ePortugal), nayi-University College Dublin (Ireland). nehlabathi kwezenzululwazi nolwazi.
05 06

