Page 21 - Installation of Chancellor 8 April 2026
P. 21

ISINIKEZELO   UGq  Pandor  ukwakhonze    njengoMphathiswa    nomsebenzi    ongundoqo    weYunivesithi  iNelson


           wezeMicimbi    yaNgaphakathi,   yaye   ngexesha    Mandela, iziko elizinze ngokukodwa kwiinqobo zalowo
 NESINCOMO   ebenguMphathiswa   wezoBudlelwane    baMazwe     sithwele igama lakhe: isidima, ukulingana, ubulungisa

           ngaMazwe neNtsebenziswano ngo-2019, wathweswa
                                                              nokunikela inkonzo eluntwini.
 SIKANGQONYELA  ngesidanga   sobuGqirha   (PhD)   kwezeMfundo   NjengeNgqonyela,  uGq.  Pandor  ngokuqinisekileyo
           yiYunivesithi yasePitoli, nto leyo ebonisa ukuzinikela
           kwakhe kwintetho ethi umntu ufunda ubomi bakhe     uyakusizinzisa isithunzi seYuniversiti njengeyunivesithi
           bonke. Kuzo zonke ezi zikhundla wabonisa ubunkokeli   ye-Afrika edala inguqu, nekhonza uluntu – ezinikelyo
           obunyanisekileyo, ubunzulu bengqondo, kunye        ukugqwesa ekufundiseni, kuphando, ukuvelisa izinto
 UGq  Grace  Naledi  Mandisa  Pandor, onguSihlalo   Ngomhla wawa-28 kuFebruwari waye watyunjwa   nokuzinikela kwinguqu.  ezintsha, nokubambisana noluntu.
 weNelson Mandela Foundation kungoku nje, uvelele   ngwonga lobuNjingalwazinyiYunivesithi yasePitoli.
 njengenye yeenkokeli ezihlonitshiweyo ngeengcinga   Kuyo yonke imisebenzi yakhe, uGq Pandor ube phambili   IYunivesithi ayifumani nje inkokhelo ehlonitshiweyo
 ezinzulu,  nanjengomkhonzi  woluntu  kuMzantsi  Uhambo lwakhe uGq Pandor ukungena kwinkonzo   ekukhuthazeni  indima  emayidlalwe  ziiyunivesithi   kwilizwe jikelele, koko ifumana imfundimani, umlweli
 Afrika olawulwa ngedemokhrasi. Umsebenzi wabo   yoluntu kwixesha ledemokhrasi lwaphawula ukuqala   ukutshintsha intlalo yoluntu. Wayegxininisa futhi   wolwazi, nokholelwa nzulu kwimfundo njengesixhobo
 bonke wobomi bakhe ubonakalisa ukuzinikela   kwegalelo elilodwa ekwakheni uMzantsi Afrika omtsha.   ukuba amaziko emfundo ephakamileyo makavelise   esinokuguqula ubomi babantu.
 okungagungqiyo kwimfundo, kulawulo lwedemokhrasi,   Ukususela ngo-1994, uGq Pandor ubambe izikhundla   ulwazi, akhulise ubunkokeli obunobulungisa,  abe
 nasekuphuhliseni uluntu ngolwazi, kunye nobunkokeli   ezininzi  eziphezulu  zobunkokeli  kurhulumente.  negalelo kuphuhliso loqoqosho, kwaye akhuthaze   Gq. Pandor, iYunivesithi iyakwamkela ngokuzingca
 obunobulungisa nobunyanisekileyo.  NjengoMphathiswa  wezeMfundo,  wasungula  iphulo   ubuthanda-zwe obusekelwe phantsi kwedemokhrasi.   nangothakazelelo  olukhulu,  kwaye  silindele
 eliphambili iKha Ri Gude  (“Masifunde”  ngesiVenda)   Ezi  zinto  axhathise  ngazo  ziyahambelana  neenjongo   ukukhokelwa nokuvuselelwa.
 Njengomntu ozalelwa kusapho olwaluzinze nzulu   lokufundisa ukufunda nokubhala, iMass  Literacy
 kumzabalazo wobulungisa nokulingana, ubomi bakhe   Campaign ngo-2008. Le nkqubo yokufundisa
 ebutsheni buxozwe ngeenqobo zokunikela ngenkonzo,   ukufunda  nokubhala,  esekelwe  kwimigaqo
 ngokuba nesibindi, kwakunye nenkululeko yengqiqo.   yobulungisa kwezentlalo, yayijolise ekuthobeni izinga
 Ezi  nqobo  zimkhokele  kuyo  yonke  imisebenzi  yakhe   eliphezulu lokungakwazi ukufunda nokubhala kubantu
 eyahlukileyo equka ezemfundo, ulawulo, isithunywa   abadala abaphoswa ngamathuba okuya esikolweni.
 sezopolitiko kamazwe ngamazwe, kunye nobunkokeli   Yaba yimpumelelo, yaza yanciphisa ngamandla inani
 besizwe.  labantu abadala abangenamfundo.

 Ngaphambi kokungena kwezopolitiko zesizwe, uGq   Ngexesha  enguMphathiswa  wezeNzululwazi
 Pandor wayengutitshala wesiNgesi, waza kamva waba   neTheknoloji, uGq Pandor wakhokela ngempumelelo
 ngumhlohli  kwiYunivesithi  yaseBophuthatswana,  iphulo lokuba uMzantsi Afrika usingathe iSquare
 emva koko kwiYunivesithi yaseKapa. Kwizifundo   Kilometre Array (enye yezona projekthi zinkulu nezona
 eziphakamileyo  singabandakanya  iiMastazi  ezimbini,   zinamandla zeteleskopu yerediyo eyakhe yakhiwa). Le
 enye  kwezeMfundo  kwiYunivesithi  yaseLondon  projekthi yenzelwe ukufunda indalo iphela (universe)
 (1979)  nenye  kubuNzululwazi  ngeeLwimi  ayifumene   kusetyenziswa amaza erediyo endaweni yokukhanya
 kwiYunivesithi   yaseStellenbosch   (1997)   apho   oku sikubonayo. Yakhiwe eKaroo, kwaye iphakamisa
 waba  negalelo  ekwandiseni  ulwazi  olunzulu  kwezi   amandla e-Afrika kwezenzululwazi, idata kunye
 zifundo,  nasekwakheni  ingqiqo  yedemokhrasi  nobugcisa bokwenza imveliso, ngelixa ikhuthaza
 kubafundi ngexesha leemeko ezazinzima kwimbali   intsebenziswano.
 yoMzantsi Afrika. Ufumene isidanga sobuGqirha-
 lwazi kwezeMfundo kwiYunivesithi yasePitoli ngo-  Ekuhambeni   kwexesha,   njengoMphathiswa
 2019.  Isihloko  saso  sithi  The  contested  meaning  of   wezeMfundo  ePhakamileyo noQeqesho,  wadlala
 transformation and higher education in post-apartheid   indima enkulu ekuzinziseni uphando eMzantsi Afrika,
 South Africa. Ukwawongwe ngezifundo zobuGqirha-  ekukhuthazeni ubugcisa bokusungula izinto ezintsha,
 lwazi yiCape Peninsula University of Technology,   ekuxhaseni abaphandi abasavelayo, nasekubekeni
 yiYunivesithi iStellenbosch, nayiYunivesithi  Liisbon   ilizwe  lethu  kwizinga  lokuba  lingathungelana
 (ePortugal),  nayi-University  College  Dublin  (Ireland).   nehlabathi kwezenzululwazi nolwazi.








 05                                                                                                        06
   16   17   18   19   20   21   22   23   24   25   26